I-TB isesisigulo esibulala ngaphezu kwabantu abasisigidi esinye abasemhlabeni wonke qho ngonyaka.

Kubalulekile ukuba abantu abaneTB bathathe onke amayeza abo njengoko beyalelwe ngugqirha kuba xa beyeka ngaphambi kwexesha okanye bengawathathi amanye amathamo, oko kunokwenza isigulo sibe namandla kuze kube nzima ukusinyanga.

Ukuba abantu abangakumbi abaneTB bayakwazi ukugqiba unyango lwabo, ngenye imini kuya kuze kubekho ihlabathi apho kungekho mntu ubulawa yiyo!

Ukuba ungathanda ukubona ukuba yeyiphi enye indlela elihamba ngayo ibali lakhe, cofa iqhosha elithi qalela ngezantsi uze uzame ukhetho olwahlukileyo.

Qalela


With thanks to the LifeArc for funding this work as part of their mission to combat Antimicrobial Resistance, Dr Helen Jones and Dr Elizabeth O’Mahoney at Queen Mary University of London, and Eh!woza for their support and guidance in making the story.

Hear all our latest news, events and discoveries