Halala, ukhetho lwakho lwenze ukuba uThandi anyangeke!
I-TB inokubachaphazela ngeendlela ezingafaniyo abantu – iyeza linganeziphumo ezingathandekiyo kodwa ukuluthatha lonke unyango, kanye ngendlela alumiseleyo ngayo ugqirha kunika izigulana amathuba amaninzi okuphila ngokupheleleyo.
Ukuba ungathanda ukubona ukuba yeyiphi enye indlela elihamba ngayo ibali lakhe, cofa iqhosha elithi qalela ngezantsi uze uzame ukhetho olwahlukileyo.
Or try some of our other online activities